Текст песни Musa - Nomkitha

  • Исполнитель: Musa
  • Название песни: Nomkitha
  • Дата добавления: 20.09.2024 | 20:54:55
  • Просмотров: 2
  • 0 чел. считают текст песни верным
  • 0 чел. считают текст песни неверным

Текст песни

Ndibethwa luvalo
Xandibona wena
Andisakwazi nokuzibamba
Ndincuma kakhulu xa ndibona wena
Andali ndiyoyika ukuthetha nawe
Kodwa nomkhitha
Khandinike ithuba ndithethe nawe
Ndiyakucela mamela ndiyakucela mamela
Ngawe ndiyazifela ngawe ndiyazi fela
Khawuleza sondela khawuleza sondela
Ndikuthanda okwempela ndikuthanda okwempela
Nomkhitha kazi
Nomkhitha kazi
Buyandiphambanisa ubuhle bakho
Ntliziyo yam ingcwele uthando lwakho
Iinkomo zikhona baphi abazali bakho
Ndizimisele ukuba ngumnyeni wakho
Ndiyakucela mamele ndiyakucela mamela
Ngawe ndiyazifela ngawe ndiyazifela
Khawuleza sondela khawuleza sondela
Ndikuthanda okwempela ndikuthanda okwempela
Nomkhitha kazi
Nomkhitha kazi
Nomkhitha kazi
Nomkhitha kazi
Ndiyakucela mamela ndiyakucela mamela
Ngawe ndiyazifela ngawe ndiyazi fela
Khawuleza sondela khawuleza sondela
Ndikuthanda okwempela ndikuthanda okwempela
Ndiyakucela mamele ndiyakucela mamela
Ngawe ndiyazifela ngawe ndiyazi fela
Khawuleza sondela khawuleza sondela
Ndikuthanda okwempela ndikuthanda okwempela
(Nomkhitha kazi)ndiyakucela mamele ndiyakucela mamela
Ngawe ndiyazifela ngawe ndiyazi fela
(Nomkhitha kazi) khawuleza sondela khawuleza sondela
Ndikuthanda okwempela ndikuthanda okwempela

Смотрите также:

Все тексты Musa >>>